eyibophe yancinci
engasafuni nokuva nento
esazula-zula
wangangavala
makangambonakalisi
uphindile
kuyaphithizela
ngelizwi eliphantsi
phinye-phinye
awa ezingxoweni
wayeqhele
ziiponti  zintathu
yemka isizungu
ibabiza phambili
ingenkulu
ngamagama amakhulu
ngolwazi lwakhe
wayengalindele
akazanga ayinanze
bhulorho 
umbhalo
ndiphenduleni
akuthanga
umqhubi
ndingxamele
kuthe besaxoxa
kulunyukiswa
ngezilo ezazilapho
namahlathi
ethe thantalala
wayiphatha-phatha
enikina intloko
ndiphelelwe ngamafutha
wee nxokotho
eqamele  ngevili  lokuqhuba
kuza kuthiwani
ndiza kunicela nihle
nindilindele apha
ecaleni kwendlela
zivakala
izikhalo zeemfene
imigqumo yeendlovu
yayinyamezeleka
kodwa oweengonyana
wakutsho kunyikime nomhlaba
kwakunzima
awukude
ngenkunzi nemazi
bathi besaxakekile
zaye sezifikile
zibaqengqa
bobo busadu-sadu
siphithi-phithi
wakhwela emthini
beqwengwa ziingonyama
makafihle amehlo
ingumbono ongajongekiyo
ngesiquphe
satya sakhothuluza
sishiya iintloko zodwa
sasiqwengwa
wangcangcazela
ukulengetyeka
ivuza izinkcwe
yonda yadinwa
yangqengqa
kwiimpahla
wayezinxibile
wayengahlukani
awazinikwa
phantsi komthi
ihleli njalo
yabonakala
wayecinga
iza kude idinwe
ukuphaphama
uzilibele
kukuphuncuka
itsibe
kabini kathathu
ematyholweni
waphaphatheka
engazazi
kuphumla
zaqala
iingqondo
wacanda amathafa
kwakukwanti ethafeni
kungekho mithi
wagevezela amadolo
abeke izandla emehlweni
wagaqa
imqwenge
yee xhwenene yema
limphethe iphango
kungabonakali nomzi
ecanda loo mathafa
wayengazazi
waqabela kuqolo
olwaluphambi
imizana
amakhwenkwana
wawabiza
angqawe
wafumanisa
isandula ukuzalwa
into ekhanyayo
ithe fokoxo
ube ngalaqaza
kuwakhwaza
awaxelele
yiyole
aye sel'esithele
elinye icebo
elingathi limphilise
akuyikhangela
liqengqelekile
lingenzakalanga
elahlekileyo
waxakeka
akazanga awubuze
uthe esephantsi
imazi yenkomo
wangqala kuwo
xa engcanjaziswa
imvela-phi
ngokukhonjwa ngamathango
ngobugqirha
wayifumana indawo
okwe  sangoma 
aqhwatyelwe
unomhlola awubonayo
mnini-mzi
wazilahla kude
wayeziphethe
ngento etyiwayo
 something to eat 
vumani
Siyavuna
bath bakowethu mandithethe
ayikho impilo
cacisa
sifo sini
andiboni hlaba mzimbeni
inkathazo
ebuhlanti
jikeleza endlwini
lakuyeka
ukuyana ngamehlo
banombuzo
ungakhe
yise
bengaqondi
kuvumelekile
sikufake imibuzo
uvunyelwe
ukubaziindlebe
wayeka
besithanda
kumnyama
kungathiwani
umlandu
ukuba ufuna ndivumise
uyamva
uyayiqonda
elahlekileyo
etweza
ibhekisa emfazini
yiza  nemali 
ukholelwe
yabeka phambi
labonakala lishukuma
ithe yakuvuthwa
sisifo kusini na
akusifo
koko yilahleko
yilahleko ezinkomeni
kulahlek'inkonyana
ayifanga ihleli
ixakwe kukuphuma
ebakhweba
bamlandele
kubhijela phantsi  kwegadi 
kusombelwa
waxhentsa
bengalilibali
lamarhanuga
sekunyakazela ngabantu
wayehlala
wakhawuleza wayiyeka
imdlulise
kwiinkundla zamatyala
wazinikezela
lokunyanga
wayezazi iingcambu
bhoqo, mikhondo, iintelezi, izifutho, omathunga omatshongwe, iintlobo ntlobo zobulawu
ngokubagabhisa
yimimoya engcolileyo
kwakungemali  yodwa
into awayenayo
ngenkangeleko ebusweni
onwabile
kodwa ngaphakathi
wayengazanga
eyayimphethe
ngamaphupha
emihla ngemihla
emaphandleni
kumenze alibale
ngokuhamba-hamba
watsalwa yingoma
abinza ngokwekrele
engqunga
phambi komnyango
wanomfanekiso
ekhathazekile
yokulahleka
ngomgcini-mnyango
emkrweca
wothuka
ukungena kwakhe
umshumayeli
yonyana wolahleko
athengise ngayo yonke
imfuyo yakhe
ecele uxolo
wabetha ucingo
emxelela ukuba uyeza
yabenza abakholwa
babangathi bayaphupha
inkolo
bamgebengile
ecaleni kobuhlanti
egcakamele ilanga
ukulufumana kwakhe
ityendyana lomfana
wadanduluka
besamangalisiwe
eziphosa
bexakwe
bamokamokana
wamtotobisa
basothula isikhalo
owayengqengqile
entangeni yakhe
wakhohlwa yemakayenze
bajongana
emva kwethuba
batsibelana bawolana
embonga uYehova
wawisa etyetyisiweyo
mgaloo mpela-veki
yaba sisibhadlalala
walichaza ibali lakhe
walenjenjalo
wahlala ngokonwaba

